My360 Helper


  • Yongeza kwizinto ozithandayo

Ndiyixhasa ngentliziyo yam yonke le ncwadi ithi “Ukumlangazela kwakho u-Thixo” ngenxa yezizathu ezibini. Esokuqala sesokuba ndimazi umbhali wale ncwadi; ungunyana elukholweni; kwaye “Andinaluvuyo lungaphezu kolu; lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni” (3 Yohane 4). Esesibini isizathu asinanto yakwenza nam. U Dr Richard Bennett wenze owona msebenzi mhle ngokucacisa kakuhle, ngokufutshane nangokoyisa ingqondo, ezona zinto zibalulekiyo ngokwazana komntu noThixo

Uphinyaphinyo

www.ccim-media.com

Izithethi

Dr. Richard A. Bennett

Umbutho wabazali

CCIM