Fumana usasazo olukhulu lobuKristu kwizihloko ezikunika umdla

Ivesi yosuku

Isithunywa ke sathi kubo: “Musani ukoyika; kaloku ndinizisele iindaba ezimnandi zovuyo olukhulu oluya kuba kubo bonke abantu. Namhlanje, edolophini kaDavide, nizalelwe uMsindisi *onguKrestu iNkosi.

— ULUKA 2:10-11